endlwini, amakhandlela akhanyisiweyo nee-oyile zearomatherapy ukuze kuphululwe umzimba.
USam wongeza ngelithi nangona esebenza kwivenkile yeempahla apho ubuhle buyindlela esingise empumelelweni, ukholelwa kakhulu entliziyweni entle.
Eyona nto yenza inenekazi libe Iihle kum ayibobuhle, ucacisa atsho uSam. Yindlela azithatha ngayo izinto
-	kukho ukuzola okuthile, umoya wokuzithemba nokuzikholwa. Uyaluthanda uthando.
Kodwa, uthi, akekho uMs Perfect, njengoko engekho noMr Right- mhlawumbi indlela inkangeleko
Okunqwenelelwa
Le Mini
kaArnold Schwazenegger, imbonakalo kaDenzel Washington, ubukrelekrele bukaLarry King, incoko elinjengoBill Cosby nobubele bukaBill Cosby -kodwa nokuba bangamkhangela kangakanani ambalwa amathuba okuba bamfumane.


URomeo Khumalo
URomeo Khumalo umphathi weRadio Metro obesoloka enqwenelwa ngamanenekazi ukusukela oko wasebenza kumajelo osasazo.
limpahla zakhe ezintle, uncumo nembeko zimenze wafumana iwonga lokuba nguMr Right -kodwa uRomeo akayinanzi loo nto, namhlanje ubomi bunzima kakhulu ukuba uhambe usonwabela amawonga owaphiwayo.
Mmm, ibhinqa endilinqwenelayo    uRomeo uyacinga phambi kokuba aphendule ngoncumokazi.
Njengendoda yaseAfrika, ndicinga ukuba isithandwa sam kufanele ibe ngumntu okwaziyo ukupheka ukutya okumnandi -ukuze emva kosuku olubi, ingaba yinto emnandi ukubuyela ekhaya ufike wamkelwe ngokutya okumnandi ngunkosikazi.
URomeo, obesloko amaxesha amanini ebonwa ehamba nowayesakuba nguMiss South Africa uBasetsane Makgalemele uthi akanamiqathango ibekiweyo yokuthanda inenekazi.
Ndicinga ukuba naliphi na ibhinqa elingatshatanga lifanelekile!
ndiza kusoloko ndibaze amehto, nangona ndifuna umntu onentliziyo entle, olincoko nonyanisekiteyo.
Kwaye ndingakonwabela kakhulu ukuchitha usuku lweValentine ePankuala, isiqithi esiseMalaysia, utsho.
Silibale ngabanye abantu sicinge ngathi - inenekazi lam nam kuphela kule paradesi incinane. Mhlawumbi singachitha impela veki yonke apho, sithandana.


URobert Marawa
lnene elihle nelithuleyo, uRobert Marawa uye ebanesidima wafumana
66 BONA XHOSA - February 2000
Owe-1999 UNYAKA WOTHANDO
Unyaka wokugqibela wenkulungwane endala uya kukhunjulwa ngabaninzi njengoyena nyaka wothando kwiindwalutho. Uthando nemitshato ibiyinto yemihla ngemihla. Babe baninzi nabalahliweyo.


Abatshatileyo
UMr Zama Zama okwangumsasazi weSoweto Community Radio uJay Phungo utshate nonkosikazi omhle uEmily ekuqaleni konyaka.
Umvelisi womculo owaziwayo nemvumi uSizwe Zakho utshate nomfundi ofundela ubugqirha waseSwazini nemvumi yeManzini Healing Waters lead singers, uWeliIe Tsela.
Umsasazi kamabonakude nosomashishini uJoharia Makgalamele utshate neqabane lakhe lakudala kumsitho obunabantu abambalwa.
UErnest Pillay, owayesakuba ngumsasazi kwiKaya FM ekungoku nje ongumphathi weenkqubo kwiP4, ubebhiyozela umtshato wakhe noMiss Lovely Legs, uMillicent Bogoshi, kumsitho ongayiwayo.
Akanakulityalwa, umsasazi weMetro uKenny Maistry nesithandwa sakhe bazibophe ngeqhina lomtshato kwiiveki nje ezimbini emva kwabakwapillay.
Umdlali kaGenerations nomsasazi weJacaranda FM uMaurice Perscede ucondobe kuhle nomdlali weSoul City uPortia Modise kumtshato oxabise i-R150
000.

Abohlukeneyo
Bohlukene - Umsasazi odlamkileyo
weJam Alley uPushie Dunn noPhat Joe
weY-FM bohlukene.
lsithandwa sikaMaBrrr, uLudwe Maki, ukhutshiwe - kodwa kungekudala kungene uLandile Shembe KaGcinga ongeje uBrenda iintsuku ezintlanu nje kuphela phambi kokuba alahlwe kwesinomhlwa. Kungoku nje uLudwe uzokuthuthuzela uBrenda kwakhona.

lzithandwa uRomeo noJuliet
Umphathi weMetro FM uRomeo Khumalo
ubonwe ephethene kakuhle noBasetsane
Makgalamee...
Umsasazi we Woza Weekend uTshepo
Mabona noThembi Seate weBoom Shaka
babengundabamionyeni.
limvumi zeKwaito uArthur Vuvuzela Mafokate nolyaya Sesoko bonwabe kakhulu. lkumkani nekumkanikazi yekwaito kubonakala ngathi bebeculelana iingoma zothando kule minyaka mine idlulileyo.
izinto amanenekazi azijongayo endodeni

ULeLO NTSHALINTSHALI
ULelo onama-24 eminyaka, umvelisi weendaba weY-FM, unondaba, uthi ufuna indoda ezimeleyo.
Ndifuna umntu onothando nonenkathalo. Kufanele akwazi ukuziphatha kakuhle akwazi ukuvakalisa iimvakalelo zakhe nakwezinye iimeko.
ULelo, ofikayo kumajelo osasazo waqala umsehenzi wakhe neSwazi TV eseneminyaka eli-15 wazenzela igama kumabhinqa.
Umntu endinqwenela ukuthandana naye yimvumi uMaxwell
- umculo wakhe unomtsalane - kunye nemodeli eyomeleleyo uTyson Beckford, utsho.
lnto endinqwenela ukuyenza ngevalentine kukuyichithela ekhaya nomntu endimthandayo. Kodwa ukuba kufuneka siphumile, ndingothanda ukuya eVirgin lsland okanye eBahamas
- ndizonwabise.


UMELANIE SON
Umsasazi westudio Mix uMelanie Son uthi akayiboni enye indlela yokuchitha ivalentine ngaphandle kokutyelela indawo ekhethekileyo eMpumalanga.
Ndakhe ndabona indawo entle kakhulu kwincwadana, ihotele encinane, kwaye iyandibiza, uyancuma.
uMelanie akathandi ukuthi pahaha indoda ayifunayo kodwa utsho uthi kufanele ibengumhlobo osenyongweni.
Kufanele angaqheleki, abe nesidima, ahlonipheke kwaye abe nentembeko. lsithandwa sum kufanele ibe ngumhlobo wam.
Eyona nto ndiyifunayo endodeni yindoda enokundithanda
indonwabise.	-
URobert Marawa:
inenekazi endilinqwenelayo likrelekrele, lizithembile kwaye iiyazazi ukuba lisingise phi.




nodumo ukusukela oko waba ngumsasazi WeSABC l. Kwaye atsho namanenekazi amfelayo, uyathandeka, unguye kwaye unazo zonke ezo mpawu bazifunayo endodeni - ingakumbi isithandwa.
lnkangeleko ibalulekile, utsho uMarawa, ovumayo ukuba uHaile Berry ligqiyazana alinqwenelayo, kodwa njengoHalle Berry, inenekazi endilinqwenelayo likrelekrele, lizithembile kwaye liyazazi ukuba lisingise phi.
lmake-up akafuni nokuyibona uMarawa.
Uske ungazi nokuba ayisosithunzi somntu na, ucacisa atsho. Ndingonwaba kakhulu nenenekazi elingathambisi imake-up ukuba nje ukrelekrele, ukhululekile.. . Uyancuma, kwaye imilenze emihle nobuhle zezinye zezinto endizinqwenelayo. U
 BONA XHOSA - February 2000
ULelo Ntshalintshali weY-FM
- ndifuna umntu onothando okwaziyo ukuvakalisa iimvakalelo zakhe.
U HaIle
UIiIoIo
U
 HALLE Berry bekufanele ukuba ungomnye
wamanenekazi
awonwabileyo. Uphila cofileyo njengomnye wabadlali kwiifilim obalaseleyo ngenxa yeefilim eziluthotho nezithandwayo. Hayi uphila kamnandi. MhIe.
Kodwa kuba umtshato wakhe wawohloka waza wanezithandwa ezingamsi ndawo, inqunqekile iminqweno yeli nenekazi linama-30 eminyaka lokuba nosapho olonwabileyo ngoku uyavuma ukuba kunzima ukufumana elona qabane lingamonwabisa.
Abanye abantu bazingela indoda abanokuphila nayo ubomi babo bonke ndiyathemba ukuba andibalwa phakathi kwabo bantu, utshilo uHalle oye wagxekwa ngokwenza amadinga nabadlali kwimidlalo yeqonga kuphela.
UHalle uthe: Ngumntu endidibana naye. Le yinto engenakuphepheka. Andiyi kwiiklabhu ukanti kufuneka ndidibane nothile kwivenkile yokutya. Abanye abahlobokazi bam bathi badibene namadoda kwiivenkile ezithengisa ukutya, kodwa kum akunjalo.
Uchitha ixesha lakhe elininzi
ndiyikhethe, uchaze watsho.
Ndinesifo seswekile kwaye ndifuna ukuba nosapho. Umntu onesifo seswekile ukhawuleza aluphale kuze kube nzima ukuba abe nabantwana, le miba iye indinzimela ngoku.
Kwelinye icale uHalle ukwathe ubomi bakhe sebugqithile kwixesha leminqweno yakhe kodwa akukho nto ayisweleyo.
Ndiziva kufuneka ndivelise ulutho olundim -ulutho oluza kuqhubeka emva kwam, kwaye ndiye ndibona ukuba ngathi sokuze luvele.
Inxenye yengxaki kukusoloko ebonwa luluntu, uHalIe ephendula okuchazwe liphephandaba ngobudlelwane bakhe noShemar Moore. Uzimisele ukuba ukususela ngoku kuse phambili akukho mntu uza kwazi ukuba usoloko enamadinga nabani.
Andiphindi ndibe ndigonene nothile nkqu kumatheko la. Oku kuphela kwendlela endinokuzinika ithuba ngayo.
Ngaba ngenene ukho umfo othandana noHalle?
Hayi, kodwa ndimele ndithi ndiyabathanda abafo abathanda ukutya. Nam ndiyakuthanda ukutya kungako
Omnye wabadlali kwiifilim nobalaseleyo ehlabathini kunokwenzeka ayichithe iValentines
Day yakhe elilolo
Yinzwakazi, ifumile ukanti iyaphumelela kodwa noko kubukeka uHalle Berry le Valentines Day ngathi uza kuyinandipha yedwa.

kubalisa uKEVIN LEWIN
evuyela ukuncokola
namaqela kwi-internet. Kubonakala ngathi sokuze adibane nendoda ayifunayo, kodwa uthi akuxelela abo bantu ancokola nabo kwi-nternet bangakholwa.
UHalle uthi ukuba eyona ndoda ayifunayo akadibani nayo kunokwenzeka afune uthile onokuphisa ngembewu yobudoda ukuze abe nomntwana.
Kunokwenzeka kungabikho nto endinokuze
ndibathanda abafo abathanda ukutya nam.
Hayi oko akunangqondo - ndithanda abafo
abalungileyo njengaye nabani na, uhleke watsho. UHalle ungumntu othetha phandle xa kufuneka
azichaze.
Uthe:	Kwezesini. Umama wandifundisa kakuhle.
Ekhaya zazikho iincwadi ezikutyhilela kakuhle ngesini.
72 BONA XHOSA - February 2000
okwe vaIentine
